متن موزیک
Khusela uthando lwakho, ngazo zonk' indlela
Khapela uthando lwakho, ngazo zonk' indlela
Khapela
Nqoba ukulahlile, akasang'funi
Nqoba ukulahlile, kubang'funi, ang'funi
Khapela
Eh, khapela uthando lwakho ngazo
Kuthando nangemphepho
Cover up, prolonging the yearning
Just to hear the fires are burning
Swim for shore, the tides are now turning
Love the ones you love with your learning
Cover up with love and protection
Guard your love in every direction
Don't give up for fear of rejection
Stand your ground and voice an objection
Ungoyiki
Ikanvalela amagokha
(Ikhusela ekanfuni kuduleko)
Amaxesha ngamanye
(Nokulingan' isokhokho)
Khusela uthando lwakho, ngazo zonk' indlela
Abaleka buti?
Ikanvalela amagokha
(Ikhusela ekanfuni kuduleko)
Amaxesha ngamanye
(Nokulingan' isokhokho)
Abaleka buti? (Abaleka)
Abaleka sizwi? (Abaleka)
Uduya mthando, kodwa uthando amunye
Eh, khapela uthando lwakho, ngazo zonk' indlela
Eh, khapela uthando lwakho, ungoyiki
Gotta be safe if you wanna be free
Amaxesha ngamanye
Sit in the shade of the family tree
Kusela bo
Gotta be safe if you wanna be free
Amaxesha ngamanye
Sit in the shade of the family tree
Vazifani bo
(Ikhusela ekanfuni kuduleko)
Vazifani, oh bunam'phakamandla
(Nokulingan' isokhokho)
Phambili
(Ikhusela ekanfuni kuduleko)
Jonga phambili
Amaxesha ngamanye
(Nokulingan' isokhokho)
Amaxesha ngamanye
Vazifani bo
Gotta be safe if you wanna be free
Vazifani
Amaxesha ngamanye
Sit in the shade of the family tree
Abaleka buti?
Gotta be safe if you wanna be free
Abaleka sizwi?






















